Ezekiel 1:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko ubuso bune kwezinye ngezinye, namapiko emane kuzo zonke ngezinye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
inye ibinobuso obune, inye kuzo apho ibinamaphiko amane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inye ibe inobuso obune, inye ibe inamaphiko amane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngasinye kuzo sasinobuso obumacala mane namaphiko amane.