Ezekiel 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa zemayo zona, zema ezi; nanxa zenyuka pezulu zona, zenyuka pezulu ezi; ngokuba umoya wesidalwa esipilileyo ubukuzo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekumeni kwazo zema nazo; ekusukeni kwazo ukuba ziphaphazele, zesuka nazo; ngokuba umoya wento ephilileyo ube ukho kuzo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bema, bema; zathi zakusuka, zasuka nazo, ngokuba umoya wento ephilileyo ube ukho kuzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bezithi zakuma izithunywa ezimaphiko, nawo amavili eme; zithi zakuphakama izithunywa ezimaphiko, nawo amavili aphakame, kuba uMoya olawula izidalwa eziphilayo wawuwalawula namavili.