Ezekiel 10:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kubonakala kuzo ikerubime imfano yesandla somntu ngapantsi kwamapiko azo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala ke ezikerubhini into efana nesandla somntu, phantsi kwamaphiko azo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphakathi kweekerubhi kwabonakala into efana nesandla somntu, phantsi kwamaphiko azo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakukho izinto ezingathi zizandla zomntu phantsi kwamaphiko ezithunywa ezo.)