Ezekiel 11:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kuwa ngeṙele: pezu kwomda wakwa‐Sirayeli ndiya kunigweba; naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niya kuwa likrele; ndiya kunigweba emdeni wakwaSirayeli;nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kuwa likrele; ndiya kunigweba emdeni wakwaSirayeli; nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kufa ngekrele emideni yakwaSirayeli. Ewe, ndiya kunigweba nitsho nindazi ukuba ndinguNdikhoyo.