Ezekiel 11:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze bahambe emimisweni yam, nezigwebo zam bazigcine, bazenze nokuzenza: bandule babe ngabantu kum, ndibe ngutixo kubo mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bahambe ngemimiselo yam, bagcine amasiko am bawenze, babe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bahambe ngeendlela zam, bagcine imithetho yam, bayenze; yaye baya kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kwenza ngokwemimiselo yam, bayithobele ngononelelo imithetho yam. Baya kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wabo.