Ezekiel 11:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya umoya wandifunqula, wandizisa e‐Kaledine, kubatinjwa, ngesibonakaliso somoya katixo: sada senyuka kum isibonakalo endandisibonile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMoya wandifunqula, wandisa kwelamaKaledi kubathinjwa, ndisembonweni ngoMoya kaThixo. Wenyuka wemka kum umbono ebendiwubona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko umoya wandithabatha waza wandithabatha embonweni ngomoya kaThixo wandisa eKhaledi kumabanjwa. Ngoko umbono endawubonayo wenyuka wemka kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wandifunqula uMoya, waya kundibeka phakathi kwabathinjwa eBhabheli ngokombono ovela kuMoya kaThixo. Wandishiya umbono,