Ezekiel 12:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yiti: Ndingumqondiso mna kuni; njengokuba ndenje njalo, kuya kwenziwa njalo kubo; ngokufuduswa na ngokutinjwa baya kumka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithi, Ndisisimanga kuni; njengoko ndenze ngako, kuya kwenzeka ngokunjalo kubo; baya kufuduswa, bathinjwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yithi, Ndisisimanga sakho; njengoko ndenze ngako, baya kwenziwa ngokunjalo; baya kumka, bathinjwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ewe, yithi: ‘Mna ndingumqondiso kuni. Nakuni kuya kwenzeka njengokuba kwenzekile kum.’ “Nâbo baseJerusalem baya kufuduswa.