Ezekiel 12:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Notambo lwam ndolwaneka pezu kwayo, ize ibanjiswe emgibeni wam; ndandiya kuyizisa e‐Babilone, elizweni lama‐Kaledine; kodwa yona ayiyi kuyibona, noko iya kufela kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuwutwabulula umnatha wam phezu kwaso, sibanjiswe ngumgibe wam, ndisise eBhabheli, ezweni lamaKaledi; ke asiyi kulibona, noko siya kufela khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuyiwela, ibanjiswe ngumnatha wam; Ndiya kumsa eBhabheli, ezweni lamaKaledi; noko ke, akayi kuyibona, nokuba ithe yafela khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuyithiyela ngezabatha, ize ibhajiswe zizo; ndiya kuyisa eBhabheli ilizwe lamaKaledi, kodwa yona ayisayi kulibona, yaye iya kufela apho.