Ezekiel 12:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabo bonke abayingqongayo incedwe, nawo onke amabandla ayo, ndobacitela kuyo yonke imimoya; neṙele ndolir̔olela emva kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kukuchithachitha emimoyeni yonke konke esiphahlwe kuko, abancedisi baso namahlelo aso onke, ndirhole ikrele emva kwabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuchithachitha imiphefumlo yonke ngeenxa zonke kuye, kunye namaqela akhe onke; ndirhole ikrele emva kwabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kubasarhaza bonke abalandeli, nditsho nkqu amafanankosi nemikhosi. Ndiya kubaleqa ndiqhiwule ikrele.