Ezekiel 12:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova, nxa ndibati sa pakati kwezizwe, na nxa ndibacita pakati kwamazwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bazi ukuba ndinguYehova, ekubaphangalaliseni kwam ezintlangeni, ndibachithachithe emazweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bazi ukuba ndinguYehova, ekubaphangalaliseni kwam ezintlangeni, ndibaphangalalisele emazweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa sendibenze baphalala ezintlangeni nasemazweni baya kundazi ukuba ndinguNdikhoyo.