Ezekiel 12:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kungasayi kuba seko namnye umboniso ongendawo, nokulaula okubutelezi, pakati kwendlu ka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba akuyi kuba sabakho namnye umbono okhohlakeleyo, nokuvumisa okucengacengayo, phakathi kwendlu kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba akuyi kuba sabakho buso obulambathayo okanye ukuvumisa ngenkohliso phakathi kwendlu kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iza kuphela imibono elambathayo nokuhlatywa kwemihlola engento apha kwaSirayeli.