Ezekiel 13:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, ewe ngokokuba belahlekisile abantu bam, besiti: Luxolo; nxa kungeko uxolo; ati omnye ake udonga, bati, bona ke, abanye baluqabe ngekalike:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba bebandwendwisile abantu bam, besithi, Luxolo, kungekho luxolo; bathi, bakwakha udonga bona, yabona, abaya balutyabeka ngodaka oluhlephukayo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba bebalahlekisa abantu bam ngokuthi: “Luxolo! akwabakho luxolo; elowo esakha udonga, kodwa ke abanye besakha ngodongwe olungenakwenziwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngenxa yokulahlekisa abantu bam ngokuthi: ‘Luxolo,’ lube lona uxolo lungekho, nokuthi ziqatywe ngekalika iindonga ezakhiwe zaethe-ethe,