Ezekiel 13:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, lwakuwa udonga olo, akuyi kutiwa kuni na: Lipina iqabo eniqabileyo ngalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa ke luthe lwawa udonga, akuyi kuthiwa na kuni, Kuphi na ukutyabeka enatyabeka ngako?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, xa luthe lwawa udonga, akuyi kuthiwa kuni, Luphi na udonga olo benidla ngalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke sezidilika iindonga abantu baya kunibuza bathi: ‘Iphi ikalika ebeziqatywe yona?’