Ezekiel 13:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babonile okungendawo nokulaula okubuxoki, abati: Utsho uyehova; nakuba uyehova angabatumanga: batembisile abanye noko ukuba kuqiniswe ilizwi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babona into ekhohlakeleyo nokuvumisa okungamanga, abo bathi, Utsho uYehova; uYehova engabathumanga, ukanti balinda ukuqiniswa kwelo lizwi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babona ukuvumisa okukhohlakeleyo, nokuvumisa okukhohlakeleyo, abathi, uYehova uthethile, uYehova angabathumanga; kwaye bathembisa abanye ukuba baya kuliqinisa ilizwi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banemibono ephuthileyo; izihlabo zabo zibubuxoki. Bathi: ‘Utsho uNdikhoyo,’ kodwa engabathumanga; kanti kuyo yonke loo nto balindele ukuba udaba lwabo lufezekiswe.