Ezekiel 14:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWANDULA kweza kum amadoda akubo abadala bo‐Sirayeli, ahlala pantsi ebusweni bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwafika kum amadoda akumadoda amakhulu akwaSirayeli, ahlala phantsi phambi kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kweza kum amadoda amakhulu akwaSirayeli, ahlala ngakum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amanye amadoda amakhulu akwaSirayeli eza kum, afika ahlala phambi kwam.