Ezekiel 14:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ndiyenza amaṙamncwa acande elizweni, alihlute abantwana, lize libe bugxwayiba, kude kungabiko mntu odlulayo ngenxa yamaṙamncwa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndingafanelana ndicandisa amarhamncwa ezweni, alihlutha abantwana, kwaba senkangala kulo, akwabakho unokucanda kulo ngenxa yamarhamncwa lawo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndithe ndathumela iindudumo ezweni, zalonakalisa, laba yintlango, kungabikho udlulayo phakathi kwamarhamncwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Okanye ndingathi ndithe ndathumela amarhamncwa asendle kweli lizwe, aze akashiya nempunde kulo, atsho layindawo engahanjwayo ngenxa yamarhamncwa,