Ezekiel 14:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umhlaumbi ukuba ndiyazisa iṙele pezu kwelizwe elo, nditi: Ṙele! canda elizweni; ndize ndinqamle kulo abantu nezilo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ndithe ndalizisela ikrele elo lizwe, ndathi ikrele malicande kwelo lizwe, ndanqamla kulo umntu nenkomo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ndithe ndalizisela ikrele elo lizwe, ndathi, ‘Ikrele! ukuze nditshabalalise kulo umntu nenkomo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Okanye ndingathi ndiliphethele ikrele ilizwe, ndithi: ‘Ikrele malityakatye kulo lonke ilizwe,’ lize libulale abantu nemfuyo yabo,