Ezekiel 14:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakuba lamadoda matatu abepakati kwalo, ndihleli nje mna, itsho inkosi e nguyehova, ebengayi kuhlangula onyana nentombi, koko ebeya kuhlangulwa wona odwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekho phakathi kwalo loo madoda omathathu: ndihleli nje, itsho iNkosi uYehova, ebengayi kuhlangula nyana nantombi;ngokuba ebeya kuhlanguleka wona odwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ebekho phakathi kwenu la madoda mathathu, ndihleli nje, itsho iNkosi uYehova, ebengayi kusindisa nyana nantombi, kodwa aya kusindiswa yedwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngokwenene ndiyafunga, itsho iNkosi uNdikhoyo, nokuba la madoda mathathu ebenokuba lapho ebengayi kuba nako ukuzisindisa iintombi noonyana bawo. Bekuya kusinda wona odwa.