Ezekiel 14:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umhlaumbi ukuba ndiyatuma isifo esibubisayo pakati kwelizwe elo, nditulule ubuṙalaṙume bam pezu kwalo ngegazi, kuze kunqanyulwe kulo abantu nezilo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ndithe ndathumela indyikitya yokufa kwelo zwe, ndathulula ubushushu bam phezu kwalo ngegazi, ukuze ndinqumle kulo umntu nenkomo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ndithe ndathumela indyikitya yokufa kwelo lizwe, ndathulula ubushushu bam phezu kwalo ngegazi, ukuze nditshabalalise kulo umntu nenkomo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kungenjalo ngendithumela ubhubhani kwelo zwe, ndiwukhuphele kulo umsindo wam, ndibulale abantu nemfuyo yabo ngempalalo-gazi.