Ezekiel 15:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwotatyatwa kuwo na umti wokwenza isetyenzwa? umhlaumbi baya kutabata kuwo ibaxa na, ukuba kuxo̔nywe pezu kwalo enye impahla?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukha kuthatyathwe umthi yini na kuwo wokusebenza umsebenzi? Kukha kuthatyathwe nesikhonkwane na kuwo, sokuxhoma iimpahla nokuba ziziphi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthatyathwa umthi na kuwo wokusebenza umsebenzi? okanye baya kuxhoma isikhonkwane kuso na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kukho lutho lwenziwayo na ngokhuni lomdiliya? Ngaba kukhe kwenziwe izikhonkwane zokuxhoma ngalo?