Ezekiel 15:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kumisa ubuso bam ngakubo; baya kupuma k omnye umlilo, wandule omnye umlilo ubadle; naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova, ndakubeka ubuso bam ngakubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
baya kuphuma emlilweni, umlilo uya kubatshisa; nazi ukuba ndinguYehova ekubachaseni kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndibubhekise ubuso bam kubo; baya kuphuma komnye umlilo, badle umlilo wumbi; nazi ukuba ndinguYehova xa ndibubhekisa ubuso bam kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kubachasa. Naxa sebephuma emlilweni basaya kutsha ngumlilo kwakhona. Xa sendibachasa baya kwazi ukuba ndinguNdikhoyo.