Ezekiel 16:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndakuvatisa ngencawe etungiweyo ngamabala ngamabala, ndakunika izihlangu zezintsu zamacelesi, ndakubopela ngeqiya eshiceneyo, ndakugubungela ngesilike.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndakwambesa ngeengubo ezimfakamfele, ndakunxiba izixathula zesikhumba sehlengezi; ndakujikelisa intloko ngelinen ecikizekileyo, ndakugqubuthela ngesilika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndakwambesa ngelaphu elilukiweyo, ndakunxiba izixathula zezikhumba zamahlengezi, ndakujikelisa ngelinen ecikizekileyo, ndakwambesa isilika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakunxiba ilokhwe ehonjisiweyo, ndakufaka iimbadada zothwathwa, ndakunxiba ilinen ecikiziweyo, ndakwambesa iingubo zexabiso.