Ezekiel 16:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako watabata onyana bako nentombi zako, obundizalele bona, wababingela kuyo ukudliwa. Yinto encinane na imibulo yako,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathabatha oonyana bakho neentombi zakho, owazizalela mna, wabingelela ngazo kuyo ukuba idle. Bebubuncinane na ke ubuhenyu bakho,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathabatha oonyana bakho neentombi zakho, owazizalela mna, wabingelela ngazo ukuba badle. Ngaba ukukrexeza kwakho yinto encinci?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Wathatha oonyana neentombi zakho obundizalele zona, wenza ngazo idini lokutya kwezithixo. Bebunganele na ubuhenyukazi bakho?