Ezekiel 16:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, emva kwako konke ukukohlakala kwako, (ubunzima, ubunzima bube kuwe! itsho inkosi e nguyehova,)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaza kwathi, emva kwezo nto zakho zonke ezimbi (yeha!yeha ke wena! itsho iNkosi uYehova),
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oku kwenzeka emva kwabo bonke ububi bakho—yeha, yeha nina, itsho iNkosi enguMongami uYehova!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Yeha! Yeha, wena! Itsho iNgangalala iNkosi uNdikhoyo. Ngaphezu kwayo yonke inkohlakalo yakho