Ezekiel 16:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo uwenzile umbulo nama‐Jipete abamelwane bako, angabakulu ngenyama: nemibulo yako uyandisile, ukuba undiqumbise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahenyuza noonyana bamaYiputa, abamelwane bakho abakhulu ngenyama; wabandisa ke ubuhenyu bakho ukuze undiqumbise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahenyuza namaYiputa, angabamelwane nawe, inyama enkulu; ndakwandisa ubuhenyu bakho ukuba undiqumbise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu koko uhenyuze namaJiputa angabamelwane bakho atshatshele ngobudoda, waza ngokwenjenjalo wandixhokonxa ngenxa yamanyala akho angaphele ndawo.