Ezekiel 16:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenze umbulo nama‐Asiriya nawo, ngenxa yokuba ubungenakuncanyiswa; ewe, wenzile umbulo nawo, kanti ubungancanyiswa noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahenyuza noonyana baseAsiriya, ngenxa yokuba unganelanga;wahenyuza ke nabo, akwanela noko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda wakrexeza nama-Asiriya, ngenxa yokuba unganelanga; ewe, wenza okufanayo kubo, kodwa noko akwanelanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhenyuzile nawo nama-Asiriya; kaloku awaneli!