Ezekiel 16:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Injanina ukuba butataka intliziyo yako, itsho inkosi e nguyehova; ekubeni uzenza zonke ezi zinto, ukwenza kwomṙexezikazi osileyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, ukuthamba kwentliziyo yakho! itsho iNkosi uYehova;ukuba wenze zonke ezo zinto, imisebenzi yenkazana ehenyuzayo, esileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, ukuthamba kwentliziyo yakho, itsho iNkosi uYehova; ngokuba wenze zonke ezo zinto, umsebenzi wehenyukazi elilawulayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Hayi, ububhetye-bhetye bakho, itsho iNkosi uNdikhoyo. Xa usenza zonke ezi zinto uziphatha okwehenyukazi eliphoxekileyo.