Ezekiel 16:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kubo bonke abapinyiswa kupiwa amabaso; kodwa wena uyawapa amabaso ako kubo bonke abatandi bako; uyabasela bona, ukuba beze kuwe bevela emacaleni onke ngenxa yemibulo yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onke amahenyukazi bawanika izipho; ke wena wazinika zonke izithandane zakho izipho zakho, wazicenga ukuze zize kuwe ngeenxa zonke ekuhenyuzeni kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Onke amahenyukazi anika izipho, kodwa wena ubanika izipho zakho zonke intanda yakho, ubaqeshe, ukuze beze kuwe bevela ngeenxa zonke ngenxa yobuhenyu bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amanye amahenyukazi ahlawulwa umrhumo, kodwa wena ubapha izipho bonke abalala nawe, ubanyobe ukuze baphume kuzo zonke iindawo ukuza kulala nawe.