Ezekiel 16:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Udade wako omkulu yi‐Samariya, yona nentombi zayo, ehlala ngasekohlo kwako: nodade wako omncinane kuwe, ohlala ngasekunene kwako, yi‐Sodome nentombi zayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Udade wenu omkhulu nguSamari namagxamesi akhe, ehleli ngasekhohlo kwakho; nomsakwenu omncinane kuwe, ehleli ngasekunene kwakho, yiSodom namagxamesi ayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Udade wenu omkhulu nguSamari namagxamesi akhe ahleli ngasekhohlo kwakho; nomsakwenu omncinane kuwe, ehleli ngasekunene kwakho, yiSodom namagxamesi ayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Udade wenu omkhulu wayenguSamariya owayehlala ngentla kwakho neentombi zakhe; udade wenu omncinci, owayehlala ngezantsi kwakho neentombi zakhe, wayenguSodom.