Ezekiel 16:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaye ziqanqalaza, zenza into ebuntshontsho pambi kwam; ndaza ndazisusa njengoko ndabonayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babezidla, besenza amasikizi phambi kwam; ndabasusa, ndakukubona oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye babeqhayisa kwaye benyelisa phambi kwam; ke ngoko, ndawathabatha njengoko ndibona kufanelekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babezitsho, besenza amanyundululu phambi kwam. Ngoko ndabatshabalalisa njengoko nawe wabonayo.