Ezekiel 16:53 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubuyisa ukutinjwa kwazo, ukutinjwa kwe‐Sodome nentombi zayo, nokutinjwa kwe‐Samariya nentombi zayo, nokutinjwa kwabatinjwa bako pakati kwazo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekukubuyiseni kwam ukuthinjwa kwabo, ukuthinjwa kweSodom namagxamesi ayo, nokuthinjwa koSamari namagxamesi akhe, ndokubuyisa ukuthinjwa okukuthinjwa kwakho phakathi kwabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubabuyiseni kwam abathinjwa babo, abathinjwa baseSodom nezixeko eziyingqongileyo, nabathinjwa baseSamariya neentombi zayo, ndiya kubabuyisela phakathi kwabo abathinjwa bakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kodwa ke noko ndiya kumbuyisela endaweni yakhe uSodom neentombi zakhe, ngokunjalo noSamariya neentombi zakhe, ngokunjalo nawe,