Ezekiel 16:54 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ulitwale ihlazo lako, udaniswe ngenxa yako konke ukwenzileyo, ekuzitutuzeleni kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ulithwale ihlazo lakho, uzidanele izinto zonke ozenzileyo, ubathuthuzele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ulithwale ihlazo lakho, udane ngenxa yeento zonke ozenzileyo, ngokuba ubathuthuzele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuze ulithwale ihlazo lakho lokwenza izinto ezitsho bazibona bengamalungisa.