Ezekiel 16:58 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubutshinitshini bako, nezinto zako ezibuntshontsho, uzitwele, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amanyala akho namasikizi akho uwathwele; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ulithwele ihlazo lakho nezinto zakho ezicekisekayo,” utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthi uNdikhoyo: Úza kulithwala ityala lamanyala namanyundululu akho.