Ezekiel 16:62 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kumisa ucebano lwam nawe, wauya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndowumisa mna umnqophiso wam nawe, wazi ukuba ndinguYehova;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiwumise umnqophiso wam nani; nazi ukuba ndinguYehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kuwuzinzisa umnqophiso wam nawe, ukuze wazi ukuba ndinguNdikhoyo.