Ezekiel 17:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ubukumkani bube sekutotyweni, bungazipakamisi, ukuba bugcine ucebano lwake, bume kulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bube bubukumkani obuphantsi, ukuze bungaziphakamisi, ukuze awugcine umnqophiso wakhe, ukuze ume wona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ubukumkani bube buncinane, ukuba ungabuphakamisi kodwa ngokubugcina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
khon' ukuze ubukumkani buhle, bungabi nakuphakama, bume buyiloo nto ngokugcinwa kwesivumelwano nokumkani waseBhabheli.