Ezekiel 17:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebesidela isifungo ngokwapula ucebano, nakuba, bona ke, wanika isandla sake, nazo zonke ezi zinto wazenza, akayi kusinda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubeni esidelile isifungo, ukuba awaphule umnqophiso, yabona, unike isandla sakhe, waza noko wenza zonke ezi zinto;akayi kusinda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubeni, esidelile isifungo ukuba uyaphule, yabona, unike isandla sakhe, wenza zonke ezo zinto; akayi kusinda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usidelile isifungo ngokutyeshela umnqophiso. Akayi kusinda, kuba kaloku uzenza zonke ezi zinto ekubeni ebevumelene.