Ezekiel 18:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba, bona ke, uzele unyana, ozibonayo zonke izono zoyise, ezo azenzileyo; oti akubona, angenzi njengazo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani ke, ethe yena lo wazala unyana, othe wazibona zonke izono zikayise azenzayo, abone ke, angenjenjalo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani ke, ethe wazala unyana othe wazibona zonke izono zikayise azenzileyo, walinda, ukuba angenzi ngolo hlobo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa ngaba lo nyana unonyana obubonayo bonke ubugwenxa bukayise, aze athi kunjalo angahambi ekhondweni lakhe: