Ezekiel 18:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ongabandezelanga mntu, isibambiso akasamkelanga, impango akayipanganga, isonka sake usinikile kolambileyo, nohamba zé umambesile ngengubo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
angamxinzeleli phantsi umntu, angabambisi ngesibambiso, angaxhakamfuli; isonka sakhe asinike olambileyo, amgubungele oze ngengubo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba uthe wacudisa abantu, angasilulameli isibambiso, angaxhakamfuli; isonka sakhe asinike olambileyo, amgubungele oze ngengubo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
akacinezeli mntu okanye abize isibambiso kulowo ubolekayo; akanguye umphangi, kodwa ubapha ukutya abalambileyo, abambese abahamba ze;