Ezekiel 18:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba uya kugqala, aguquke kuzo zonke izigqito zake azenzileyo, uya kudla ubomi ngenyaniso, akayi kufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubeni ebonile, wabuya ezikreqweni zakhe zonke azenzileyo, uya kuphila; akayi kufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubeni ebuyile ezikreqweni zakhe zonke azenzileyo waza wabuya, ngokuqinisekileyo uya kuphila, akayi kufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba eziqondile iziphoso zakhe, waza wazilahla, akayi kufa, koko uya kudla ubomi.