Ezekiel 18:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko ndiya kunigweba, ndlu ka‐Sirayeli! abanye ngabanye njengendlela zabo, itsho inkosi e nguyehova. Guqukani, niziguqule kuzo zonke izigqito zenu, ize inkohlakalo ingabi sisiku̔bekiso kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko ndiya kunigweba elowo ngokwendlela yakhe, ndlu kaSirayeli; itsho iNkosi uYehova. Buyani, nizibuyise ezikreqweni zenu zonke, bungabi sisikhubekiso ubugwenxa kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke ndiya kunigweba, nina bendlu kaSirayeli, ngamnye ngendlela yakhe, itsho iNkosi enguMongami uYehova. Guqukani, niguquke kuzo zonke izikreqo zenu; ngoko abuyi kunifikela ububi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngako oko, ndlu kaSirayeli, umntu ngamnye kuni ndiza kumgweba ngokwezenzo zakhe, itsho iNkosi uNdikhoyo. Guqukani! Rhoxani kuzo zonke izikreqo enizenzayo, ukuze ningatshabalali ngenxa yenkohlakalo yenu.