Ezekiel 18:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndingakutandi ukufa kwalowo ufayo, itsho inkosi e nguyehova: ngako ziguquleni, nibudle ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba akumnandi kum ukufa kofayo; itsho iNkosi uYehova.Zibuyiseni ke niphile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba andikholiswanga kukufa komntu ofayo, itsho iNkosi enguMongami uYehova. Ngoko ke, guquka, uphile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andikholiswa kukufa kwakhe nabani na, itsho iNkosi uNdikhoyo. Guqukani, nidle ubomi!”