Ezekiel 18:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako umntu nxa alungile, esenza okufanelekileyo nokulungileyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu xa athe waba lilungisa, wenza ngokwesiko nangobulungisa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukuba umntu uthe walungisa, wenza ubulungisa nobulungisa,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nanku umfo olilungisa, owenza okulungileyo kwaphela: