Ezekiel 19:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Laza lahambahamba pakati kwengonyama; laba yingonyamana; lafunda ukubamba into yokuqwengwa; abantu labadla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lahambahamba phakathi kweengonyamakazi, laba yingonyama entsha, lafunda ukuqwenga iinyamakazi; labadla abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yahamba neengonyama, yaba yingonyama, yafunda ukubambisa ixhoba, yadla abantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yanyalasa phakathi kweengonyama, kuba kaloku yayisisigantsontso sengonyama; yafunda ukudlavuza amaxhoba nokuwathi nqwam-nqwam amadoda.