Ezekiel 19:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zandula izizwe zazibeka ngakulo ngokungqonga zivela emazwaneni, zalwaneka utambo lwazo pezu kwalo; esihogweni sazo labanjiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iintlanga zaba ngeenxa zonke emazweni, zamisa kulo, zawutwabulula phezu kwalo umnatha wazo, labanjiswa emhadini wazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zamhlasela iintlanga, ziphuma emazweni onke, zagaleleka kuye; wabanjiswa ngumgibe wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zayivukela izizwe, nabantu bemimandla esondeleyo; bayithiyela ngezabatha, yabhajiswa emgibeni wabo.