Ezekiel 2:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kuteta amazwi am kubo, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka: ngokuba benenkani bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathethe ke kubo amazwi am, nokuba bathe beva, nokuba bathe bala; ngokuba baneenkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wowathetha kubo amazwi am, kungakhathaliseki ukuba bathe baweva, nokuba bathe bayama, ngokuba beyienkani ezinkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze uluxele udaba lwam kubo nokuba bayakuphulaphula okanye abaphulaphuli, kuba kaloku bangabavukeli.