Ezekiel 20:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndabanika izimiselo zam, nezigwebo zam ndazazisa kubo, eziti ukuba umntu uyazenza, uya kubudla ubomi ngazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndabanika imimiselo yam, ndabazisa namasiko am, awothi umntu ewenzile, aphile ngawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabanika imiyalelo yam, ndabazisa amasiko am, awothi umntu ewenzile aphile ngawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndawanika imimiselo yam, ndawabekela nemithetho yam, ngokuba umntu oyithobelayo uya kudla ubomi ngayo.