Ezekiel 20:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo nesabata zam ndazinika kubo, ukuba zibe ngumqondiso pakati kwam nabo, ukuze bakwazi okokuba mna ndi nguyehova obangcwalisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ndabanika iisabatha zam, ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo, ukuze bazi ukuba mna Yehova ndiya bangcwalisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo ndabanika iisabatha zam, ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo, ukuze bazi ukuba mna Yehova ndiya bangcwalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndada ndawamisela *iMihla yam yokuPhumla njengomqondiso phakathi kwam nawo, ukuze azi ukuba mna Ndikhoyo ndiwenze abantu ababodwa.