Ezekiel 20:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ndenzayo ngenxa yegama lam, ukuba lingadyojwa emehlweni abaheyideni, endabapumisayo pambi kwamehlo abo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koko ndenzayo ngenxa yegama lam; ukuze lingahlanjelwa emehlweni eentlanga, endabakhuphayo emehlweni azo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko ke ndenze ngenxa yegama lam, ukuze lingadyojwa phambi kweentlanga, endizikhuphileyo emehlweni azo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ngenxa yegama lam ndenza ngako konke ukuba lingenyeliswa emehlweni ezizwe abahlala phakathi kwazo nezandibona xa ndadibakhupha.