Ezekiel 20:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenxa yokuba bebedela izigwebo zam, nezimiselo zam abahamba ngazo, nesabata zam bazinco̔lisa: ngokuba intliziyo yabo yahamba emva kwezitixwana zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngenxa yokuba bawacekisayo amasiko am, abahamba ngemimiselo yam, bazihlambela iisabatha zam; ngokuba intliziyo yabo yazilandela izigodo zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba beyicekisile imimiselo yam baza abahamba ngemimiselo yam, bazenza inqambi iisabatha zam, ngenxa yokuba intliziyo yabo yalandela izithixo zabo ezinezothe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba bayilahla imithetho yam, baza bayityeshela imimiselo yam, bayinyelisa iMihla yam yokuPhumla. Kaloku babethe swii zizithixo zabo.