Ezekiel 20:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko, iliso lam belinosizi pezu kwabo, ukuba ndingabatshabalalisi; kanjako bendingabenzeli ukugqitywa entlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koko laba nenceba iliso lam kubo, ukuba ndingabatshabalalisi, ndingabagqibeli entlango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa laba nenceba iliso lam kubo, ukuze ndingabatshabalalisi, ndingabatshabalalisi entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke noko ndaba nenceba kubo, ndaza andabatshabalalisa baphelele entlango.